INdumiso 139:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+ IMizekeliso 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nyana wam, ukuba aboni bazama ukukulukuhla, ungavumi.+ IMizekeliso 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+
21 Andibathiyanga na abo bakuthiya kakhulu, Yehova,+Yaye andiziva ndizothekile na ngabo bakuvukelayo?+
8 Musa ukumohlwaya umgculeli, ukuze angakuthiyi.+ Nika umntu osisilumko isohlwayo yaye uya kukuthanda.+