2 Kronike 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem. INdumiso 90:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba siyaphela ngumsindo wakho,+Nangobushushu bakho siphazamisekile.+ INdumiso 141:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+
25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem.
5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+