IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. IMizekeliso 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+ IMizekeliso 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ikratshi lomntu wasemhlabeni liya kumthoba,+ kodwa onomoya othobekileyo uya kufumana uzuko.+ Galati 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukuba ubani ucinga ukuba unguthile xa engeyonto,+ ukhohlisa ingqondo yakhe. 1 Petros 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
5 Ngokunjalo, nina madodana, wathobeleni+ amadoda amakhulu. Bhinqani nonke ukuthobeka kwengqondo omnye ngakomnye,+ ngenxa yokuba uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abo bathobekileyo.+