Duteronomi 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa. Isaya 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+ Mika 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha. Tito 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+
19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+
3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.
7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+