IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 22:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Nize ningamxhwalekisi nabani na ongumhlolokazi okanye inkwenkwe engenayise.+

  • Yeremiya 5:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Batyebile;+ bayakhazimla. Baphuphuma izinto ezimbi. Ityala abaligwebi,+ kwanetyala lenkwenkwe engenayise,+ ukuze baphumelele;+ netyala lamahlwempu abaligwebi.’”

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Luka 18:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa kwakukho umhlolokazi kweso sixeko owayehlala esiya+ kuye, esithi, ‘Qinisekisa ukuba umthetho uphumeza okusesikweni nxamnye notshaba lwam.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share