Genesis 19:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ekuhambeni kwexesha eyamazibulo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena nguyise wamaMowabhi, unanamhla.+ ABagwebi 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uEglon ukumkani wakwaMowabhi iminyaka elishumi elinesibhozo.+ 2 Samuweli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+ INdumiso 83:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Iintente zikaEdom+ nezamaIshamayeli, uMowabhi+ namaHagri,+
37 Ekuhambeni kwexesha eyamazibulo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguMowabhi.+ Yena nguyise wamaMowabhi, unanamhla.+
14 Yaye oonyana bakaSirayeli baqhubeka bekhonza uEglon ukumkani wakwaMowabhi iminyaka elishumi elinesibhozo.+
2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+