28 “Ukuba kunokwenzeka kubekho indlala+ elizweni, ukuba kunokwenzeka kubekho indyikitya yokufa,+ ukuba kunokwenzeka kubekho imbalela+ nesihumba,+ iinkumbi+ namaphela;+ ukuba kunokwenzeka iintshaba zabo+ zibangqinge kwilizwe lamasango abo+—naluphi na uhlobo lwesibetho, naluphi na uhlobo lwesifo+—