IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.

  • 2 Kumkani 6:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ekuhambeni kwethuba kwabakho indlala enkulu eSamariya,+ yaye, khangela! babeyingqingile de intloko ye-esile+ yaxabisa amashumi asibhozo amaqhosha esilivere, nesine somlinganiselo wekabhe yobulongwe behobe+ saxabisa amaqhosha esilivere amahlanu.

  • 2 Kronike 20:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share