Duteronomi 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ndathi ke kuni, ‘Nize ningothuki yaye ningaboyiki.+ Yoshuwa 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+ 2 Kronike 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.
6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+
7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.