Eksodus 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wakubona ke uSirayeli ukusebenza kwesandla esikhulu sikaYehova nxamnye namaYiputa; bamoyika abantu uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+ 2 Kronike 36:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+
31 Wakubona ke uSirayeli ukusebenza kwesandla esikhulu sikaYehova nxamnye namaYiputa; bamoyika abantu uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+
16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+