2 Kronike 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Noko ke, wenza ngokuqonda+ waza wabasasaza oonyana bakhe bonke emazweni onke akwaYuda nakwaBenjamin,+ nakuzo zonke izixeko+ ezinqatyisiweyo, waza wabanika intabalala yokutya+ yaye wabafunela inkitha yabafazi.+ IMizekeliso 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+
23 Noko ke, wenza ngokuqonda+ waza wabasasaza oonyana bakhe bonke emazweni onke akwaYuda nakwaBenjamin,+ nakuzo zonke izixeko+ ezinqatyisiweyo, waza wabanika intabalala yokutya+ yaye wabafunela inkitha yabafazi.+