Duteronomi 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle ongazizalisanga, namaqula embiweyo ongawembanga, izidiliya neminquma ongayityalanga, wadla wanela,+ Yobhi 27:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere. Isaya 61:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+
11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle ongazizalisanga, namaqula embiweyo ongawembanga, izidiliya neminquma ongayityalanga, wadla wanela,+
17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere.
6 Nina ke, niya kubizwa ngokuba ngababingeleli bakaYehova;+ kuya kuthiwa+ ningabalungiseleli+ bakaThixo wethu. Niya kudla ubuncwane beentlanga,+ kwaye niya kuthetha ngochulumanco nizizukise ngazo.+