1 Kumkani 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye uOmri waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova waza wenza okubi ngakumbi kunokuba benzayo abo babengaphambi kwakhe.+ 1 Kumkani 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
25 Yaye uOmri waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova waza wenza okubi ngakumbi kunokuba benzayo abo babengaphambi kwakhe.+
33 UAhabhi waqhubela phambili wenza isibonda esingcwele;+ yaye uAhabhi wenza okungakumbi ukuze acaphukise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.