Duteronomi 28:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 uYehova wozenza zibe qatha ngokukhethekileyo izibetho zakho nezibetho zenzala yakho, zibe zizibetho ezikhulu ezihlala zihleli,+ nezifo ezibuhlungu ezihlala zihleli.+ 2 Kronike 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uya kuba nezifo ezininzi,+ nesifo samathumbu akho, de amathumbu akho aphume ngenxa yokugula kwakho imihla ngemihla.’”+ INtshumayeli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+ IZenzo 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngephanyazo ingelosi kaYehova yamxabela,+ ngenxa yokuba engamnikanga uzuko uThixo;+ yaye wadliwa ziimpethu waza wabhubha.
59 uYehova wozenza zibe qatha ngokukhethekileyo izibetho zakho nezibetho zenzala yakho, zibe zizibetho ezikhulu ezihlala zihleli,+ nezifo ezibuhlungu ezihlala zihleli.+
15 Uya kuba nezifo ezininzi,+ nesifo samathumbu akho, de amathumbu akho aphume ngenxa yokugula kwakho imihla ngemihla.’”+
17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+
23 Ngephanyazo ingelosi kaYehova yamxabela,+ ngenxa yokuba engamnikanga uzuko uThixo;+ yaye wadliwa ziimpethu waza wabhubha.