2 Kumkani 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wakubona oko waza wasaba ngendlela yomyezo.+ (Kamva uYehu wamsukela waza wathi: “Naye! Mxabeleni!” [Ngoko bamxabela] ngoxa wayesenqwelweni kwindlela enyukayo eya eGure, engaseIbleyam.+ Waqhubeka nokusaba kwakhe waya eMegido+ waza wafela apho.+ 2 Kronike 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.
27 UAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wakubona oko waza wasaba ngendlela yomyezo.+ (Kamva uYehu wamsukela waza wathi: “Naye! Mxabeleni!” [Ngoko bamxabela] ngoxa wayesenqwelweni kwindlela enyukayo eya eGure, engaseIbleyam.+ Waqhubeka nokusaba kwakhe waya eMegido+ waza wafela apho.+
22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.