2 Kumkani 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehu wakhwela waya eYizereli; kuba uYehoram wayelala apho, noAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wayehlile waya kubona uYehoram. 2 Kronike 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.
16 UYehu wakhwela waya eYizereli; kuba uYehoram wayelala apho, noAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wayehlile waya kubona uYehoram.
22 Bandula abemi baseYerusalem bamenza ukumkani uAhaziya+ unyana omncinane kakumkani esikhundleni sakhe, (kuba amatutu eza nama-Arabhu+ ababulala bonke abakhulu,)+ waza uAhaziya unyana kaYehoram walawula njengokumkani wakwaYuda.