2 Kumkani 8:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni uYehoram walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye uAhaziya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kronike 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 uYehoram unyana wakhe,+ uAhaziya+ unyana wakhe, uYehowashe+ unyana wakhe,
24 Ekugqibeleni uYehoram walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide.+ Yaye uAhaziya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.