2 Kumkani 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngomhla wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani wakwaYuda, uYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.
16 Ngomhla wesihlanu kaYehoram+ unyana ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli, ngoxa uYehoshafati wayengukumkani wakwaYuda, uYehoram+ unyana kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.