2 Kumkani 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko wasukuma wangena endlwini; waza wagalela ioli entlokweni yakhe, wathi kuye: “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Ndiyakuthambisa ukuba ube ngukumkani+ wabantu bakaYehova,+ oko kukuthi, kaSirayeli.
6 Ngoko wasukuma wangena endlwini; waza wagalela ioli entlokweni yakhe, wathi kuye: “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Ndiyakuthambisa ukuba ube ngukumkani+ wabantu bakaYehova,+ oko kukuthi, kaSirayeli.