1 Kumkani 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+ 2 Kronike 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa kwakuvela kuThixo+ ukuba ukuwa+ kuka-Ahaziya kwenzeke ngexesha lokuza kwakhe kuYehoram; yaye ekuzeni kwakhe, waphuma+ noYehoram baya kuYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ awathi uYehova wamthambisa+ ukuba anqumle indlu ka-Ahabhi.+
16 Yaye uYehu+ umzukulwana kaNimshi+ uze umthambise abe ngukumkani wakwaSirayeli; uElisha+ unyana kaShafati waseAbheli-mehola+ uze umthambise abe ngumprofeti esikhundleni sakho.+
7 Kodwa kwakuvela kuThixo+ ukuba ukuwa+ kuka-Ahaziya kwenzeke ngexesha lokuza kwakhe kuYehoram; yaye ekuzeni kwakhe, waphuma+ noYehoram baya kuYehu+ umzukulwana kaNimshi,+ awathi uYehova wamthambisa+ ukuba anqumle indlu ka-Ahabhi.+