Eksodus 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wandula ke walithabatha ithole lenkomo ababelenzile, walitshisa ngomlilo waza walityumza lada lacoleka laluthuthu,+ wasuka waluphosela emanzini+ waza wabaseza wona oonyana bakaSirayeli.+
20 Wandula ke walithabatha ithole lenkomo ababelenzile, walitshisa ngomlilo waza walityumza lada lacoleka laluthuthu,+ wasuka waluphosela emanzini+ waza wabaseza wona oonyana bakaSirayeli.+