IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Imifanekiso eqingqiweyo yoothixo bazo nifanele niyitshise ngomlilo.+ Uze ungayinqweneli isilivere negolide ekuzo,+ ungayithabatheli kuwe,+ kuba hleze urhintyelwe yiyo;+ ngokuba iyinto ecekisekayo+ kuYehova uThixo wakho.

  • Duteronomi 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Isono senu enasenzayo, ithole elo,+ ndalithabatha, ndalitshisa ngomlilo, ndalityumza, ndalisila lada lacoleka laluthuli; emva koko ndaluphosa uthuli lwalo kumsinga owawusihla entabeni.+

  • 2 Kumkani 23:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, wasikhupha isibonda esingcwele+ endlwini kaYehova wasisa kummandla ongaphandle kweYerusalem, entlanjeni yaseKidron, waza wasitshisela+ kwintlambo yaseKidron, wasisila saluthuli yaye uthuli lwaso waluphosa kwindawo yokungcwaba+ oonyana babantu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share