18 Emva koko bonke abantu belizwe beza endlwini kaBhahali baza bazidiliza izibingelelo zakhe;+ nemifanekiso yakhe bayiqhekeza ngokucokisekileyo,+ yaye uMatan+ umbingeleli kaBhahali bambulala phambi kwezibingelelo.+
Yaye umbingeleli wabeka abaveleli endlwini kaYehova.+