Genesis 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uAbraham wavuka ekuseni, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare,+ ebeka egxalabeni lakhe, kunye nomntwana,+ waza wamndulula. Wahamba waza wabhadu-bhadula entlango yaseBher-shebha.+ 2 Samuweli 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+
14 Ngoko uAbraham wavuka ekuseni, wathabatha isonka nentsuba yamanzi, wanika uHagare,+ ebeka egxalabeni lakhe, kunye nomntwana,+ waza wamndulula. Wahamba waza wabhadu-bhadula entlango yaseBher-shebha.+
10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+