2 Kumkani 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye kwakusithi kamsinya nje bakubona ukuba kukho imali eninzi esikhongozelweni, unobhala+ kakumkani nombingeleli omkhulu beze, bayibophe baze bayibale imali eyayifumaneka endlwini kaYehova.+
10 Yaye kwakusithi kamsinya nje bakubona ukuba kukho imali eninzi esikhongozelweni, unobhala+ kakumkani nombingeleli omkhulu beze, bayibophe baze bayibale imali eyayifumaneka endlwini kaYehova.+