2 Samuweli 20:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaye uSheva+ wayengunobhala,+ uTsadoki+ noAbhiyatare+ babengababingeleli. 2 Kumkani 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo.
18 Bamemeza kukumkani, kodwa kweza uEliyakim+ kubo unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo.