2 Samuweli 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukungena kwabo endlwini, wayelele esingqengqelweni sakhe kwigumbi lakhe lokulala elingaphakathi, baza ke bamxabela bambulala,+ emva koko bamnqumla intloko, bayithabatha intloko yakhe+ baza bahamba ngendlela eya eArabha ubusuku bonke. 2 Kumkani 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila.
7 Ukungena kwabo endlwini, wayelele esingqengqelweni sakhe kwigumbi lakhe lokulala elingaphakathi, baza ke bamxabela bambulala,+ emva koko bamnqumla intloko, bayithabatha intloko yakhe+ baza bahamba ngendlela eya eArabha ubusuku bonke.
20 Noko ke, abakhonzi bakhe+ bamanyana, benza iyelenqe+ baza bamxabela uYehowashe endlwini+ yeSiganga,+ endleleni eyehlela eSila.