-
2 Kumkani 10:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 Waza wababhalela incwadi yesibini, esithi: “Ukuba ningabam,+ yaye niyalithobela ilizwi lam, thabathani iintloko zamadoda angoonyana+ benkosi yenu nize kum ngomso eYizereli ngeli xesha.”+
Ke kaloku oonyana bakakumkani, amadoda angamashumi asixhenxe, babekunye namadoda esixeko abalaseleyo awayebakhulisile.
-