2 Samuweli 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi. 1 Kumkani 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide walala kookhokho bakhe,+ wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide.+
9 Yaye uDavide wahlala apho kwigwiba, yaye labizwa ngokuba sisiXeko sikaDavide; waza uDavide wakha macala onke esusela eSigangeni+ nangaphakathi.