2 Kumkani 12:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye uYozakare unyana kaShimeyati noYehozabhadi+ unyana kaShomere, abakhonzi bakhe, ngabo abamxabelayo, wafa. Ngako oko bamngcwaba nookhokho bakhe kwiSixeko sikaDavide; waza uAmatsiya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
21 Yaye uYozakare unyana kaShimeyati noYehozabhadi+ unyana kaShomere, abakhonzi bakhe, ngabo abamxabelayo, wafa. Ngako oko bamngcwaba nookhokho bakhe kwiSixeko sikaDavide; waza uAmatsiya+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.