2 Kronike 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Noko ke, uAsa wayicaphukela imboni leyo waza wayifaka kwindlu yesitokisi,+ waba nomsindo kuyo ngenxa yoku.+ UAsa waqalisa ukutyumza+ abanye abantu ngelo xesha. 2 Kronike 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wandula ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Thabathani uMikaya nimjikise nimse kuAmon intloko yesixeko nakuYowashe unyana kakumkani.+
10 Noko ke, uAsa wayicaphukela imboni leyo waza wayifaka kwindlu yesitokisi,+ waba nomsindo kuyo ngenxa yoku.+ UAsa waqalisa ukutyumza+ abanye abantu ngelo xesha.
25 Wandula ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Thabathani uMikaya nimjikise nimse kuAmon intloko yesixeko nakuYowashe unyana kakumkani.+