IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Wuyeke umsindo uyishiye ingqumbo;+

      Musa ukuvutha ngumsindo uze wenze ububi.+

  • INdumiso 141:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+

      Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+

      Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+

      Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+

  • IMizekeliso 29:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Umntu onomsindo uxhokonxa usukuzwano,+ yaye nabani na otyekele emsindweni unokunxaxha okuninzi.+

  • Galati 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 unqulo-zithixo, ukusebenzelana nemimoya,+ ubutshaba, iimbambano, amakhwele, ukugqajukelwa yimisindo, usukuzwano, izahlukano, amahlelo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share