IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 isuke iphakame intliziyo+ yakho uze umlibale uYehova uThixo wakho, owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yamakhoboka;+

  • 2 Kronike 26:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+

  • 2 Kronike 32:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kodwa uncedo awayenzelwe uHezekiya akazange alubuyekeze,+ kuba intliziyo yakhe yaba nekratshi+ yaye kwabakho ukucaphuka+ nxamnye naye nanxamnye noYuda neYerusalem.

  • IMizekeliso 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+

  • IMizekeliso 28:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Omphefumlo ukhukhumeleyo uxhokonxa usukuzwano,+ kodwa othembela ngoYehova uya kutyetyiswa.+

  • Daniyeli 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+

  • Habhakuki 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Khangela! Umphefumlo wakhe ukhukhumele;+ awuthanga tye ngaphakathi kuye. Kodwa lowo ulilungisa, ngokuthembeka kwakhe uya kuqhubeka ephila.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share