2 Kumkani 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uAmatsiya akazange aphulaphule.+ Ngoko uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wenyuka, baza bakhangelana ebusweni,+ yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe+ yakwaYuda.
11 Yaye uAmatsiya akazange aphulaphule.+ Ngoko uYehowashe ukumkani wakwaSirayeli wenyuka, baza bakhangelana ebusweni,+ yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe+ yakwaYuda.