Yoshuwa 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 UYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eLibhena baya eLakishe+ yaye bamisa inkampu ngakuyo baza balwa imfazwe nayo. Mika 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bopha iqela lamahashe enqwelweni, wena mmi olibhinqa waseLakishe.+ Wayekukuqala kwesono kwintombi yaseZiyon,+ kuba kufumaneke kuwe imvukelo kaSirayeli.+
31 UYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eLibhena baya eLakishe+ yaye bamisa inkampu ngakuyo baza balwa imfazwe nayo.
13 Bopha iqela lamahashe enqwelweni, wena mmi olibhinqa waseLakishe.+ Wayekukuqala kwesono kwintombi yaseZiyon,+ kuba kufumaneke kuwe imvukelo kaSirayeli.+