2 Kumkani 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+
21 Ngoko bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya,+ ngelo xesha wayeneminyaka elishumi elinesithandathu ubudala,+ baza bamenza ukumkani esikhundleni sikayise uAmatsiya.+