Genesis 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla. ABagwebi 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 waza wathi kuye: “Utsho uYifeta ukuthi, ‘USirayeli akalithabathanga ilizwe lakwaMowabhi+ nelizwe loonyana baka-Amoni.+
38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.
15 waza wathi kuye: “Utsho uYifeta ukuthi, ‘USirayeli akalithabathanga ilizwe lakwaMowabhi+ nelizwe loonyana baka-Amoni.+