Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+ Duteronomi 2:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Lilizwe loonyana baka-Amon+ kuphela eningasondelanga kulo, unxweme luphela lwentlambo yeYabhoki,+ nezixeko ezikummandla weentaba, nayo nantoni na awanikela umyalelo ngayo uYehova uThixo wethu. 2 Kronike 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku naba oonyana baka-Amoni,+ nabakaMowabhi+ nabommandla weentaba waseSehire,+ ongamvumelanga uSirayeli ukuba abangenele ekuphumeni kwakhe kwilizwe laseYiputa, kodwa wemka kubo yaye akazange ababhubhise,+
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
37 Lilizwe loonyana baka-Amon+ kuphela eningasondelanga kulo, unxweme luphela lwentlambo yeYabhoki,+ nezixeko ezikummandla weentaba, nayo nantoni na awanikela umyalelo ngayo uYehova uThixo wethu.
10 Ke kaloku naba oonyana baka-Amoni,+ nabakaMowabhi+ nabommandla weentaba waseSehire,+ ongamvumelanga uSirayeli ukuba abangenele ekuphumeni kwakhe kwilizwe laseYiputa, kodwa wemka kubo yaye akazange ababhubhise,+