ABagwebi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+ 2 Kronike 33:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni. 2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. INdumiso 76:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kuwuthoba umoya weenkokeli;+Uyoyikeka kookumkani bomhlaba.+
14 Waza wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wabanikela ezandleni zabaphangi, babaphanga;+ waza wabathengisa esandleni seentshaba zabo ezazibajikelezile,+ kwaye abazange babe nakuma phambi kweentshaba zabo.+
11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.