Genesis 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kamva uHaran wafa esekho uTera uyise ezweni lokuzalwa kwakhe, eUre+ yamaKhaledi.+ 2 Kumkani 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uYehova wamthumelela amatutu amaKhaledi+ namatutu amaSiriya namatutu amaMowabhi+ namatutu oonyana baka-Amoni, yaye waqhubeka ewathumela nxamnye noYuda ukuba amtshabalalise, ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti.
2 Yaye uYehova wamthumelela amatutu amaKhaledi+ namatutu amaSiriya namatutu amaMowabhi+ namatutu oonyana baka-Amoni, yaye waqhubeka ewathumela nxamnye noYuda ukuba amtshabalalise, ngokwelizwi likaYehova+ awalithethayo ngabakhonzi bakhe abaprofeti.