2 Kumkani 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu. Isaya 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+
5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.
20 “Ngaloo mini, ngencakuba eqeshiweyo kummandla woMlambo,+ ngokumkani waseAsiriya kanye,+ uYehova uya kuyicheba intloko noboya beenyawo, kwaye iya kutshayela kwaneendevu ezo.+