2 Kumkani 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.” 2 Kronike 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekugqibeleni uTilegati-pilenesere+ ukumkani waseAsiriya weza nxamnye naye wambandezela,+ akamomeleza.
7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.”
20 Ekugqibeleni uTilegati-pilenesere+ ukumkani waseAsiriya weza nxamnye naye wambandezela,+ akamomeleza.