2 Kumkani 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngelo xesha uHezekiya wazinqumla iingcango zetempile kaYehova+ nemigubasi eyayalekwe+ nguHezekiya ukumkani wakwaYuda waza wazinika ukumkani waseAsiriya.
16 Ngelo xesha uHezekiya wazinqumla iingcango zetempile kaYehova+ nemigubasi eyayalekwe+ nguHezekiya ukumkani wakwaYuda waza wazinika ukumkani waseAsiriya.