1 Kumkani 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+ Yeremiya 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ukuze benze ilizwe labo libe yinto yokukhwankqisa,+ yokubethelwa umlozi ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Wonke owokugqibela ukudlula apho uya kujonga ekhwankqisiwe aze ahlunguzele intloko.+
8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+
16 ukuze benze ilizwe labo libe yinto yokukhwankqisa,+ yokubethelwa umlozi ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Wonke owokugqibela ukudlula apho uya kujonga ekhwankqisiwe aze ahlunguzele intloko.+