Levitikus 6:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Noko ke, wonke umnikelo wesono ekuziswe inxalenye yegazi lawo+ ententeni yokuhlangana ukuba kucanyagushelwe endaweni engcwele mawungadliwa. Mawutshiswe ngomlilo. Roma 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe. Hebhere 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+
30 Noko ke, wonke umnikelo wesono ekuziswe inxalenye yegazi lawo+ ententeni yokuhlangana ukuba kucanyagushelwe endaweni engcwele mawungadliwa. Mawutshiswe ngomlilo.
10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe.
17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+