1 Kronike 9:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ezi yayiziimvumi,+ iintloko zooyise babaLevi kumagumbi okudlela,+ nezazikhululekile kwizabelo zazo;+ kuba imini nobusuku kwakuyimbopheleleko yazo ukuba semsebenzini.+ 1 Kronike 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko uDavide wathi kwiintloko zabaLevi mazimise abazalwana bazo abaziimvumi+ nezixhobo zeengoma,+ imirhubhe+ neehadi+ namacangci,+ bazidlale ngokuvakalayo ukuze zenze isandi semihlali.
33 Ezi yayiziimvumi,+ iintloko zooyise babaLevi kumagumbi okudlela,+ nezazikhululekile kwizabelo zazo;+ kuba imini nobusuku kwakuyimbopheleleko yazo ukuba semsebenzini.+
16 Ngoko uDavide wathi kwiintloko zabaLevi mazimise abazalwana bazo abaziimvumi+ nezixhobo zeengoma,+ imirhubhe+ neehadi+ namacangci,+ bazidlale ngokuvakalayo ukuze zenze isandi semihlali.