22 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi,+ ukuze ilizwi likaYehova+ ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa umoya+ kaKoreshi ukumkani wasePersi, kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo kubo bonke ubukumkani bakhe, wasibhala,+ esithi: