IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ulungile yaye uthe tye uYehova.+

      Kungenxa yoko eyalela aboni endleleni.+

  • INdumiso 86:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+

      Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+

  • Marko 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo?+ Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share