1 Kumkani 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi kamsinya nje akuba evile wonke uSirayeli ukuba uYerobhoham ubuyile, bathumela kwaoko baza bambizela kwindibano, bamenza ukumkani phezu koSirayeli wonke.+ Akukho namnye owaba ngumlandeli wendlu kaDavide ngaphandle kwesizwe sikaYuda.+ 2 Kronike 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekufikeni kukaRehobhoham eYerusalem,+ ngoko nangoko wahlanganisa indlu kaYuda nekaBhenjamin,+ amadoda omeleleyo okulwa imfazwe alikhulu elinamashumi asibhozo amawaka,+ ukuba alwe noSirayeli ukuze abuyisele ubukumkani kuRehobhoham.
20 Kwathi kamsinya nje akuba evile wonke uSirayeli ukuba uYerobhoham ubuyile, bathumela kwaoko baza bambizela kwindibano, bamenza ukumkani phezu koSirayeli wonke.+ Akukho namnye owaba ngumlandeli wendlu kaDavide ngaphandle kwesizwe sikaYuda.+
11 Ekufikeni kukaRehobhoham eYerusalem,+ ngoko nangoko wahlanganisa indlu kaYuda nekaBhenjamin,+ amadoda omeleleyo okulwa imfazwe alikhulu elinamashumi asibhozo amawaka,+ ukuba alwe noSirayeli ukuze abuyisele ubukumkani kuRehobhoham.