2 Kronike 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waqokelela ndawonye wonke uYuda noBhenjamin+ nabaphambukeli+ ababekunye nabo bakwaEfrayim nabakwaManase nabakwaSimeyon, kuba baqhweshela kuye besuka kwaSirayeli bebaninzi bakuba bebonile ukuba uYehova uThixo wakhe wayenaye.+
9 Waqokelela ndawonye wonke uYuda noBhenjamin+ nabaphambukeli+ ababekunye nabo bakwaEfrayim nabakwaManase nabakwaSimeyon, kuba baqhweshela kuye besuka kwaSirayeli bebaninzi bakuba bebonile ukuba uYehova uThixo wakhe wayenaye.+